Listen to Ubomi Abumanga song with lyrics from Sun-El Musician

Ubomi Abumanga

Sun-El Musician, Msaki29 May 2020

Ubomi Abumanga Lyrics

Ubomi Abumanga - Sun-El Musician/Msaki

Bekukudala ngoko useneminqweno

Khawude uwele iblohho uze nganeno

Bekukudala ngoko usenazinjongo

Khawude uwele iblohho uze nguyenaneno

Sasikhule sonke

Sphupha emazulwini

Scakamel'ilanga scakamela ilanga

Yiza ndikhumbuze

Ubomi abumanga manga manga

Manga manga manga manga

Asoze abekho ofana nawe

Ofana nawe soze abakho

Asoze abekho ofana nawe

Ofana nawe soze abakho

Vul'amehlo ujonge

Noba akululanga

Ntaka zivukile

Ubomi abumanga

Izakhono zakho neziphiwo zakho

Azikuphelelanga

Ubomi abumanga

Sizokukhanyisela ibemhlophe indlela

Lizophum'ilanga lizophum'ilanga

Yiza ndikukhumbuze

Ubomi abumanga

Asoze abekho ofana nawe

Yiza ndikukhumbuze

Ofana nawe soze abakho

Asoze abekho ofana nawe

Yiza ndikukhumbuze

Ofana nawe soze abakho

Asoze abekho ofana nawe

Yiza ndikukhumbuze

Ofana nawe soze abakho

Asoze abekho ofana nawe

Yiza ndikukhumbuze

 

Ofana nawe soze abakho