Listen to Ndikhethe Wena song with lyrics from Ami Faku

Ndikhethe Wena

Ami Faku27 Sep 2019

Ndikhethe Wena Lyrics

Hmm Aahhh

Ye le le ahhhh

Hmmm Aahhh

 

 

Ndandi heli ndedwa

woza ncuma nam

ndathatheka zibekwa

ndithandu buhle bakho baby

ndiyababona bonke

akekho ofana nawe

usisiphiwo kum

 

 

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

 

 

Ebumnyamemi

ndimameli ntliziyo yam

inombuzo othi

ungandonwabisa

ubomi bami bonke

ndifunana nomuntu onguwe

bendiphelelwe lithemba

kwakhanya ngawe

 

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

kubobonke ndikhethe wena ndikhethe wena

 

Hmm Aahhh

Ye le le ahhhh

Hmmm Aahhh

 

***Lyrics are from third-parties***

Comments for Ndikhethe Wena (18)

default user img
dunisani

Nice music

default user img
Khayalethu Xokozela

Kubobonke abantu ndikhethe wena 🙏❤

default user img
Themba Bognet Maphanga

Wow this album its a boom 💥,thnak you Ami

default user img
liya

Love this song

default user img
Victoria

🥰❤❤❤❤❤❤❤

default user img
Yola

wow.iluncuthu

default user img
Ndawo Victor

sbwl this level of love ♥️

default user img
Nqaba Sogoni

❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤

default user img
Nando Mitchell

you're a good love song singer.You bring meaning to any song ❤

default user img
RaymondR

Day made, thank you Ami Faku ❤️❤️❤️