Listen to Tshomi Yam song with lyrics from Ami Faku

Tshomi Yam

Ami Faku27 Sep 2019

Tshomi Yam Lyrics

Ndisoli imini enda dibana nawe ngayo

Wafika wathathuโ€™ ubuhle bempilo yam

Ndoze ndiphinde ndikuthembe njani heh?

Andisaku funi empilweni yami

 

Ndiphantse ndafa tshomam

Ndiphantse ndafa

Impundulu zakho ziyandi landela

Ndiphantse ndafa tshomam

Ndiphantse ndafa

Impundulu zakho ziyandi landela

 

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

 

Uphantse wandendzela

Ndendzela phantsi

Uyi tshomi

Tshomi emdaka

 

Uphantse wandendzela

Ndendzela phantsi

Uyi tshomi

Tshomi emdaka

 

Ndiphantse ndafa tshomam

Ndiphantse ndafa

Impundulu zakho ziyandi landela

Ndiphantse ndafa tshomam

Ndiphantse ndafa

Impundulu zakho ziyandi landela

 

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

 

Ndi phantse ndafa ndafa

Ndi phantse ndafa ndafa

 

 

 

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

Ziyandi landela

 

Ziyandi landela

Comments for Tshomi Yam (17)

Girlie
Girlie

im in love with this track๐Ÿ’–๐Ÿ”ฅ

Zakhele Banele Vumezitha Kathondo
Zakhele Banele Vumezitha Kathondo

๐ŸŽถ๐ŸŽถ๐ŸŽถ๐ŸŽถ๐ŸŽถ๐ŸŽตamazing song โค๏ธโค๏ธ๐Ÿ‘๐Ÿ‘๐Ÿ‘๐Ÿ‘๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ

segos
segos

๐Ÿ’•๐Ÿ’•๐Ÿ’•๐Ÿ’•

Nathi Sabza
Nathi Sabza

I love this song..๐Ÿ˜๐Ÿ˜๐Ÿ˜๐Ÿ˜๐Ÿ˜˜๐Ÿ˜˜๐Ÿ˜˜๐Ÿ˜๐Ÿ˜

Babalwa Sabeko
Babalwa Sabeko

The truth in this song๐Ÿ™Œโค๏ธ

NK
NK

how precise can the message be???

Miss_Boo
Miss_Boo

๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒ๐Ÿ’ƒโคโคโค๐Ÿ˜‚

Prudyโค๏ธ
Prudyโค๏ธ

Uyi tshomi, tshomi emdaka๐Ÿ’ƒ๐Ÿพ๐Ÿ’ƒ๐Ÿพ๐Ÿ’ƒ๐Ÿพ๐Ÿ˜…๐Ÿ˜…

Pumela-Nkosazana YamaNzotho Bomza Nyosi
Pumela-Nkosazana YamaNzotho Bomza Nyosi

๐Ÿ˜

Babalwa Kowa
Babalwa Kowa

Ooo this song itsho kulaaa ndawo ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ’ž