Listen to Ndiza song with lyrics from Zahara

Ndiza

Zahara7 Sep 2012

Ndiza Lyrics

Ndiza - Zahara

Written by:Mojalefa Thebe/Robbie Malinga/Bulelwa Mkutukana

 

Ndihambile

 

Ndibonile

 

Bandixelele

 

Bandinikile

 

Ndingafunanga

 

Ndingabuzanga

 

Ndiza kundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw 'buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

Ahaaah

 

Dizam' ukucinga

 

Ndiyahluleka

 

Ingqondo yami

 

Iyakhawuleza

 

Kuyehlwa kuyasa

 

Kum kuyafana

 

Ndonakele

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

Ahaaaah

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel' ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yami

 

Ndikuphathel 'ntliziyo yam

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yam

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

Ndiza

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yam

 

Uzuyenze msulwa yona

 

Ahaaaah

 

Ndiza ndizakundiza

 

Ndizaw' buya ndikuphathel 'ntliziyo yami

 

Uzuyenze msulwa yona

 

 

Ahaaaah

Comments for Ndiza (11)

Hunadi Maleka
Hunadi Maleka

❤❤❤❤❤❤

Landless Landani Umhlaba Wethu
Landless Landani Umhlaba Wethu

2020 stamp of approval👌👌👌

angel
angel

I love this song ...i😭😭😭 all the time when I listen to it

Cpah
Cpah

lv this song😍

Ndongaomhle Ndongaomhle
Ndongaomhle Ndongaomhle

i love ds song 😍😘😍

Nozipho Biyase
Nozipho Biyase

😂😍🙌💋❤

Mojabeng Matlabe M
Mojabeng Matlabe M

I luv u Zahara yoh this song jus makes cry 😩😪😪

Noz
Noz

This song reminds me when I went to Nigeria and everyone was singing it in 2015 and I just missed Home S.A

Trinity Madzhiga
Trinity Madzhiga

❤️

Naledi Nalzah
Naledi Nalzah

😥😥😢😢