Listen to Inde Lendlela song with lyrics from Ami Faku

Inde Lendlela

Ami Faku16 Aug 2019

Inde Lendlela Lyrics

Hey...

ndino’mona ngawe

Undikhalisa, undikhaisa ubusuku bonke

Luyoze oluthando luphele nini?

Ndizi hlukumezisa, ndizihlukumezisa ngawe

 

Inde lendlela endiyi hambileyo

Ndiyabona udikiwe ndim

Indi lendlela , endiyi gqithileyo

Ndifuna ukubona ubuso bakho

 

Ndihlala ndiku cinga

Phezolo bebendibuza ukuthi wayaphi nyanomntu

Utshone phi ndicele uphume baby

Abanye bayahleka

Ndihlala ndithandaza ukuthi kuphele konke

Ubuhlungu endinabo

 

Inde lendlela endiyi hambileyo

Ndiyabona udikiwe ndim

Indi lendlela , endiyi gqithileyo

Ndifuna ukubona ubuso bakho

 

Inde lendlela endiyi hambileyo

Ndiyabona udikiwe ndim

Indi lendlela , endiyi gqithileyo

Ndifuna ukubona ubuso bakho

 

Zimela

Ukuze ndingaku boni

Ndisezoma ngaphandle

phendula

ukuthi ndendze njani

ndincede makhelwane

Inde lendlela endiyi hambileyo

Ndiyabona udikiwe ndim

Indi lendlela , endiyi gqithileyo

Ndi hambileyo

 

 

Comments for Inde Lendlela (82)

Evelyn Seseng
Evelyn Seseng

this song it's not just a song eix❤️❤️❤️😍🥰

Snowy
Snowy

👑

sbhamu
sbhamu

Siyabonga kubusiswa ngalosisi👌

Lungile Mdleleni
Lungile Mdleleni

🙌🏾

B
B

An ordinary girl from a little area called Izinyoka with TALENT!! Girl much respect to you! ❤❤❤

Litus Lolo Boka
Litus Lolo Boka

❤❤❤

TivThemba
TivThemba

🔥🔥🔥🔥🔥

dwarf
dwarf

dope

Mbushesh Phuthi Masoeu
Mbushesh Phuthi Masoeu

Wow 🇿🇦❤️

tman
tman

Wooooow this song 🔥 🔥