Listen to Mama Ndiyahamba song with lyrics from The Soil

Mama Ndiyahamba

The Soil21 Oct 2016

Mama Ndiyahamba Lyrics

Mama Ndiyahamba - The Soil

Lyricist:Buhle Mda/Fana Ntsika Ngxanga/Luphindo Ngxanga

Composer:Buhle Mda/Fana Ntsika Ngxanga/Luphindo Ngxanga

Producer:The Soil

Yeaha ho yeaha ho

Yeaha ho yeaha ho

Yeaha ho

Ndibonilu madlomo enxibi qhiy'emhophe

Uyandishiya mama

Ulindile mama

Ndimbonilu sokitsho enxibi qhiy'emhophe

Uyandishiya mama

Balindile mama

Ndimbonile umamzotho ephethi tyesi

Athi masgoduke masambe noziza

Ndimbonile umamzotho ephethi tyesi

Athi masgoduke masambe chiyoshe

We mama ndiyahamba mna

Yeah ho

Ndivulel'indlela ndivulele

Yeah ho

We mama ndiyahamba mna

Yeah ho

Ndivulel'indlela ndivulele

Yeah ho

We mama ndiyahamba mna

Ndivulel'indlela ndivulele

Yeah ho

We mama ndiyahamba mna

We mama ndiyahamba mna

Yaah ho

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Yeah ho

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Yeah ho

Ndithetha no khokho bam

O ncobele

O mayishe

O qobodwane

O nkosi ayithandi ithanda abanjani

O ncobele

O mayishe

O qobodwane

O tshawuza bathi siyemva naphambili

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

O tshawuza bathi siyemva naphambili

Ndivulel'indlela ndivulele

Bo khokho bam ndivulel'indlela

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

Ndivulel'indlela ndivulele

 

***Lyrics are from third-parties***

Comments for Mama Ndiyahamba (12)

default user img
treso

dankie the the Soil

default user img
Lebogang Flak

My favorite ❤️❤️❤️

default user img
Busisiwe Busenhle Mthiyane

🔥

default user img
Cyprian Shabane

100% guys

default user img
Tshepang Alfred Thulo

hit

default user img
Charlotte Cele

Love it make me go craze

default user img
Naledi Nalzah

this song❤❤❤

default user img
Mendy Memeh Mthembu

It speaks to me♥️

default user img
Isabatha Grootboom

number one

default user img
Nosipho

I absolutely love this song so much 💕