Listen to Ndikhethe Wena song with lyrics from Ami Faku

Ndikhethe Wena

Ami Faku24 Aug 2018

Ndikhethe Wena Lyrics

(Mhhhhh ahhhh)

(Yelele uhmmm ahhh)

(Uhmmmm ahhhh mmmm)

 

Ndandihleli ndedwa

Wazo ncuma nam

Ndathatheka zibekwa

Ndithand'ubuhle bakho baby

Ndiyababona bonke

Akekho ofana nawe

Usisphiwo kum (Uhmmm)

 

Kubo bonke

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Kubo bonke

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Ebumnyameni ndimamele intliziyo yam

Inombuzo othi

Ungandonwabisa?

Ubomi bam bonke ndifunana nomntu onguwe

Bendiphelelwe lithemba kwakhanya ngawe

Kubo bonke

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Kubo bonke

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

 

Xa ndihleli nawe

Amehlo akho agcwel'uthando

Kubo bonke sthandwa sam

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Kubo bonke (abantu ndikhethe)

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Kubo bonke (abantu ndikhethe)

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

Kubo bonke (abantu ndikhethe)

Ndikhethe wena (ndikhethe wena ndikhethe wena)

 

(Mmmmm ahhh)

(Yelele)

 

(Uhmmmm ahhh)

Comments for Ndikhethe Wena (30)

Eagle's Nest Nkonjo
Eagle's Nest Nkonjo

soulful

Nhlakanipho Mbhele
Nhlakanipho Mbhele

Sisi Mmmmm #voice yoooooo!!!!!!

Apps🧬🧪
Apps🧬🧪

I ❤️ this song

Lucy Sena Dlamini
Lucy Sena Dlamini

nyc

trendy
trendy

i love this song❤

Bongie
Bongie

Superb 😘

Zitha Mntungwa
Zitha Mntungwa

🍓💑❤❤ ami

Lindokuhle  Ntimane
Lindokuhle Ntimane

i just fall in love with this song

Phemelo Ciider Tha'Creator
Phemelo Ciider Tha'Creator

THIS SONG STILL SLAPS 😭🔥🙌

@sivusdepa
@sivusdepa

my favourite song😍😍😍🙊