Listen to The Click Song song with lyrics from Miriam Makeba

The Click Song

Miriam Makeba, The Belafonte Folk Singers1 Apr 2022

The Click Song Lyrics

The Click Song - Miriam Makeba (米瑞安·马卡贝)/The Belafonte Folk Singers

Igqira lendlela nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela kuthwa nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela haya nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela kuthwa nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha bathi nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha bathi nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela haya nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela kuthwa nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela haya nguqo ngqothwane

 

Igqira lendlela kuthwa nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha bathi nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha nguqo ngqothwane

 

Sebeqabele gqi thapha bathi nguqo ngqothwane

 

 

Sebeqabele gqi thapha nguqo ngqothwane

Popular Songs