收聽The Soil的Iinkomo (Beatbox Remix [Bonus Track]) (Beatbox Remix|Bonus Track)歌詞歌曲

Iinkomo (Beatbox Remix [Bonus Track]) (Beatbox Remix|Bonus Track)

The Soil, Zakwe2012年6月25日

Iinkomo (Beatbox Remix [Bonus Track]) (Beatbox Remix|Bonus Track) 歌詞

Iinkomo - The Soil/Zakwe

Nazi inkomo ebuhlanti

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

 

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk'int'irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata'khe akandifuni

Nazi inkomo ebuhlanti

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk'int'irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata'khe akandifuni

 

Yathi ndisahleli phantsi komthi

Yadlula yone leyontokazi

 

Ndiyaqonda ibiyokha amanzi

Phaya ezantsi emlanjeni

 

Ndaphakama mna ndayilandela

 

Nje ngo clever wase gauteni ndasondela

Molo sana

Ndicela ukuhamba nawe

Elothutyana ndivumele ndithethe nawe

Ndiyi ntsika ekhaya

Ikhaya lakwa ngxanga

Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam

 

Bamb'isandla sam s'thandwa sam

Uzakuba ngumama wabantwana bam

Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka

Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho

Bahlale phantsi bobabini babonisane

 

Whoa oh oh

 

Somza ndiyoyika

 

Hai ayikho int'enjalo

Ndoyika umama no tata

Hai ayikho int'enjalo

 

Umama uzakundi krwitsha

Sthandwa sam

Utata uzakundibetha

Hey lovey wam

Bathi ndiya jola hai ayikho int'enjalo

Ntsika ndiyoyika

 

Hey sthandwa sam hlala nam lovey wam

 

Umama uzakundibetha

 

Heh man heh man ayikho into'njalo

 

Uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola

 

Zakwe rap

Eish min' angazi no kuthi ngi qalephi le ndaba

Nqaluk' ufika la ngabon' umtwana o grand le ndawo

Ngathi uk'lahlel 'isingle

Wa ngibeka kabe wa hamba

Na le life yo kuba single ena stress my bro

Ha but le angzo ejaga

Na le debt ngizo yi cover

Noma ngi gafe idouble price kodwa ma ngi ngeke ku le kar

Vele ngiya twas' ukuthi bathi love is blind

And I believe them girl

You're my love and you're blind

You're my love and you're blind

Uhhh huuu

Ungitshele ma ngi phazama khona

Ngizo phaphama inqondo ma phambane

Inumber number ma u ka ngaya yona

Ngizo ghoba ku vale' intanbama

Ngiyazi abanye ba hamba hamba

Ba qhome ba phalaze but mina ma

Ngi zo uthi tswa nga'magama 'mnandi

You're my light in the dark

You're that vibe in the club

You're that time in the watch

E yam' itiming I watch

Ka mbonis' inkomo ezi ka baba

Nga mcela ku abadala ke

That's the picture u kuze ngi qhobeke

Nazi inkomo ebuhlanti

 

Kuvume nabaphantsi

Besithi eyi sani

Kutheni angekhamthati

Ndathi yonk'int'irighti

Yena ungowami

Kodwa kukhona ingxaki

Utata'khe akandifuni

 

Hayi andikaze mna ndiyibone hai hai

Intombazane yentle nje ngaye

 

Please ntombazane uzundimamele

Ndi theth'inyani sthandwa undi charmile

 

Ndith' ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe

Mna nawe baby sesitshatile

 

Please ntombazane uzundi kholelwe

 

Ndi thet'inyani sthandwa ndikuthandile

Utata'khe akandifun akandifun akandifun

Utata'khe akandifun akandifuni

 

Utata'khe akandifuni

 

Utata'khe akandifun

 

Utata'khe akandifun akandifun akandifuni

 

Utata'khe akandifun akandifun akandifun

 

Utata'khe akandifun akandifuni

 

Utata'khe akandifuni

 

Utata'khe akandifun

 

Utata'khe akandifun akandifuni akandifun