收聽Sun-El Musician的Into Ingawe歌詞歌曲

Into Ingawe

Sun-El Musician, Ami Faku2019年6月7日

Into Ingawe 歌詞

Into Ingawe - Sun-El Musician/Ami Faku

Composed by:Sun-EL Musician/Ami Faku

 

Ndandisemnyameni

Ndingaboni nalomnyango

 

Kwabalek' iinsuku

Ndikhangela indlela yophuma

 

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka

Kwavela kwalunga yonk' into

 

Ndancedwa yinkolo nentsebenzo

Noguqa ngedolo kuawo

 

Hhayi into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo into ingawe

Ikhona nentlonipho

Iyoo Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo hhayi into ingawe

Ikhona nentlonipho

Aii Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo into ingawe

Ikhona nentlonipho

Iyoo Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo haiibo ingawe

Ikhona nentlonipho

Into ingawe

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

 

Isthembiso kungaphel' amandla

 

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

 

Isthembiso kungaphel' amandla

 

Iminqweno yethu ivakele

 

Intando anayo ingango lwandle

Ingomso lethu liyathembisa

Kumele sikwazi ukubekezela

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka

Kwavela kwalunga yonk' into

 

Ndancedwa yinkolo nentsebenzo

Noguqa ngedolo kuawo

 

Hhayi into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo into ingawe

Ikhona nentlonipho

 

Iyoo Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ingawe

Ikhona nentlonipho

 

Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo into ingawe

Ikhona nentlonipho

O Into ingawe

Yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ehh into ingawe

Ikhona nentlonipho

Into ingawe

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

 

Isthembiso kungaphel' amandla

 

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

 

Isthembiso kungaphel' amandla

 

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

 

 

Isthembiso kungaphel' amandla