Listen to Zungandithembi song with lyrics from Kelly Khumalo

Zungandithembi

Kelly Khumalo, Vusi Nova17 Aug 2018

Zungandithembi Lyrics

One

Kwezintsuku

Akusafani

Njengakuqala

And two

Sihlala sixabana why

Nam andiyazi babe

I’m nothing without you

And 3

Noba kukho ilifu elimnyama

Noma kunganzima sthandwa

Cela ukuhlala ndingowakho

Hhhmmm four

Sthandwa sam

Ungandithembi

Mna xandisithi ungandithembi

 

Zungandithembi xandisith'andikdingi

Xandisithi ndingaphila

Ngaphandle kwakho subendixoka mna

Zungandithembi xandisithi kulula

Ukufamana omnye onjengawe

Sthandwa sam sube ndixoka mna

 

Oh sthandwa sam

Sometimes I say things I don’t mean

Kodwa ngyakthanda

Ngithi hamba

Kodwa angfun uhlale nam

Cause all I want is you

Ohh baby

Noma angith angikfuni

Kodwa inhliziyo yam ifuna wena ohhh

Angsakwazi nokulala

I’m done fighting

Here I am, here I say take me as I am baaaaby

 

Zungandithembi xandisith'andikdingi

Xandisithi ndingaphila

Ngaphandle kwakho subendixoka mna

Zungandithembi xandisithi kulula

Ukufamana omnye onjengawe

Sthandwa sam sube ndixoka mna

 

Zungandithembi xandisith'andikdingi

Xandisithi ndingaphila

Ngaphandle kwakho subendixoka mna

Zungandithembi xandisithi kulula

Ukufamana omnye onjengawe

Sthandwa sam sube ndixoka mna

 

Zungandithembi xandisith'andikdingi

Xandisithi ndingaphila

Ngaphandle kwakho subendixoka mna

Zungandithembi xandisithi kulula

Ukufamana omnye onjengawe

 

Sthandwa sam sube ndixoka mna

Comments for Zungandithembi (181)

sifiso
sifiso

💥

Siyabonga Mosia
Siyabonga Mosia

Sabelo
Sabelo

gumede
gumede

l love this song

Viwe Sibuta
Viwe Sibuta

I heard this song from my mom and I love it shem no joke

Thozi Kotoyi
Thozi Kotoyi

imnandi ke lengoma hle,yayithanda

Skosana
Skosana

hi

🥰🥰🥰🥰🥰😍😍😍😍😍

Anita
Anita

❤️❤️❤️

Kashy
Kashy

It's true. Kelly's voice

The first time I heard this song I loved already

Kashy
Kashy

The first time I heard this song I loved already