Listen to Umthwalo song with lyrics from Zahara

Umthwalo

Zahara7 Sep 2012

Umthwalo Lyrics

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ndinxanyelwe lixesha

Ubomi buyandixhesha

Ndiyakhubeka

Ndifuna ukuphakama

Ndifun'ukubaleka

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Emhlabeni kugcwele zizinto

Ezintle nezimbi

Intliziyo yam bayingxalile

Emhlabeni kugcwele zizinto

Ezintle nezimbi

Intliziyo yam bayingxalile

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Mna mna andifuni ukuzika

Mna mna andifuni ukweyiswa

Mna mna andifuni ukuzika

Mna mna andifuni ukweyiswa

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda

Ndiyacela ndiphathise

Ulul'isandla sakho

Andifuni ukufana nabanikezela

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

Ooooooh uyandisinda

 

 

Comments for Umthwalo (1)

Qiqa Pio Qauka
Qiqa Pio Qauka

I'll never listen to this song the same after that 03/09/2021 #podcastandchillwithmacg episode...This woman has been taken for a ride for too long. Those TS records people will never see heaven.