Listen to Nontsikelelo song with lyrics from Loyiso

Nontsikelelo

Loyiso17 Aug 2018

Nontsikelelo Lyrics

Nontsikelelo - Loyiso

Lyrics by:Loyiso Gijana

Composed by:Loyiso Gijana/Ruff Nkosi/Vuyo Manyiki

Hlala nam nzwakazi

Ngoba ndiya kuxhaka

Impilo yami ngaphahle kwakho

Aiphelelanga

Ndinika wena isanhla sami

Sibambe njalo sukuyeka

Noba amandla asewekhona

Andiphelelanga

Ndibuya

Ndibuya

Mamela

Mamela

Iphutha lami kukushiya wena

Bambelela ngothando

Ngoba nam ngiyakuthanda

Iphutha lami kukushiya wena

Nontsikelelo

Ndiya buya

Nontsikelelo

Ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo

Ndiya buya

The many time I just can get hold of you

I know you're thinking

Slowly replaying the time that we had

Noba ungahamba noba ungangishiya

Inhliziyo yam ifuna wena

Ndibuya

Ndibuya

Mamela

Mamela

Iphutha lami

Kukushiya wena

Bambelela ngothando

Ngoba nam ngiyakuthanda

Iphutha lami

Kukushiya wena

Nontsikelelo

Nontsikelelo

Nontsikelelo

Ndiya buya

Nontsikelelo

Ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo

Ndiya buya

Nontsikelelo

Ndiya buya

Nontsikelelo

Ndiya buya

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo

 

Ndiya buya

Comments for Nontsikelelo (9)

Mavis
Mavis

Oh lengoma itsho entliziweni❤️😍❤️😍

Teboho
Teboho

beautiful song.. well done

nomonde
nomonde

❤️

Arara
Arara

Enkosi ngomculo nelizwi lakho❤️

Zamokwakhe Alan
Zamokwakhe Alan

You're slept on they're waiting to hear your music on some international series then take you seriously.

kamvelihle
kamvelihle

🌹Intliziyo yam ifuna wena 😘

Lehlohonolo Bokang Kwadi
Lehlohonolo Bokang Kwadi

Love it

Ndoh
Ndoh

loyiso😍😘

Ntshantsha
Ntshantsha

Lovely😍😍