Listen to Into Ingawe song with lyrics from Sun-El Musician

Into Ingawe

Sun-El Musician, Ami Faku6 Jun 2019

Into Ingawe Lyrics

 

 

Ndandisemnyameni

Ndingaboni nalomnyango

Kwabalek' iinsuku

Ndikhangela indlela yophuma

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka

Kwavela kwalunga yonk' into

Ndancedwa yinkolo nentsebenzo

Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe, ndiwelela ilizwe lenkuthazo

Isthembiso kungaphel' amandla

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

Isthembiso kungaphel' amandla

Iminqweno yethu ivakele

Intando anayo ingango lwandle

Ingomso lethu liyathembisa

Kumele sikwazi ukubekezela

Kwenzek' ismanga amaphupho afezeka

Kwavela kwalunga yonk' into

Ndancedwa yinkolo nentsebenzo

Noguqa ngedolo kuBawo

Hhayi into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Into ingawe yabona bayaphanda

Abalal' intsebenzo ikhona nentlonipho

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

Isthembiso kungaphel' amandla

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

Isthembiso kungaphel' amandla

Ndiwelela ilizwe lenkuthazo

Isthembiso ukuvuka kungaphel' amandla

 

***Lyrics are from third-parties***

Comments for Into Ingawe (603)

default user img
Mandla Nkosi

👌🏽

default user img
tumo

My everyday song

default user img
sphamandla

Sun El this track dope bro wha a jam ✨✌

default user img
Sphamandla Zolani

perfect song🔥

default user img
Thembinkosi Thusi

This song is 👌🏾👌🏾👌🏾👌🏾👌🏾

default user img
Guest

Wow beautiful music

default user img
lokile

🔥🔥🔥

default user img
makhanyie

I must phsh or what? so into ingami🔥🙏🙏🙏❤️❤️❤️

default user img
XoliB

u know when you are driving a long distance try play this song you life will be better the women can sing!!! I love all her tracks

default user img
Thabsng

Next level baba 💁‍♂️