Listen to Ubuhle Bakho song with lyrics from Ami Faku

Ubuhle Bakho

Ami Faku27 Sep 2019

Ubuhle Bakho Lyrics

 

 

Uyabona ndino vuyo

Xandi bona ubuso bakho

Ndibulela umdali

Ngondipha wena

Ndize ngobuhle nangozi thoba

Ndithembe

Ndiyacela

Andisoze ndikumoshe

 

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya konke

Xa ukhona

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya amehlo

Xa ukhona

 

Ndikhe ndicinge

Ukuba uzondishiya

Uphinde kwawena undithande

Ndizve ndisithi

Ulubambo lami

Ndohlala ndifuna wena

 

 

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya konke

Xa ukhona

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya amehlo

Xa ukhona

 

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya konke

Xa ukhona

Ubuhle bakho

Bobe golide

Kukhanya amehlo

Xa ukhona

 

Andiphinde ndijike baby

Ndokuthanda kuyophela imini

 

Andiphinde ndijike baby

Ndokuthanda kuyophela imini

 

 

Comments for Ubuhle Bakho (87)

mingas
mingas

Finally I meet you ❤️

Mamello
Mamello

💌

katiso
katiso

love this song

Thandanani Gcwabe Mkhize
Thandanani Gcwabe Mkhize

nice song

Okuhle❤
Okuhle❤

😭💓

Silas MaybachRussell Nchabeleng
Silas MaybachRussell Nchabeleng

❤️❤️❤️

Lebohang Neymar Jr.
Lebohang Neymar Jr.

ncooooo😍😍😍

Jayden Mncube
Jayden Mncube

❤️❤️❤️❤️🌏

Mspillow_20
Mspillow_20

😍😍😍 nice song

LeighRaatow Loyal Lekubu
LeighRaatow Loyal Lekubu

😚