Listen to Nomkitha song with lyrics from Musa

Nomkitha

Musa29 Apr 2016

Nomkitha Lyrics

Ndibethwa luvalo

xa ndibona wena

Andisakwazi nokuzibamba

Ndincuma kahulu

xa ndibona wena

Andali ndiyoyika

ukuthetha nawe

Kodwa Nomkhitha

khawundnik' ithuba

Ndithethe nawe

 

Ndyakcela mamela

Ndyakcela mamela

Ngawe ndyazifela

Ngawe ndyazifela

Khawuleza sondela

Khawuleza sondela

Ndikthand' okwempela

Ndikthand' okwempela

Nomkhithakazi

Nomkhithakazi

 

Buyandiphambanis' ubuhle bakho

Intliziyo yam igcwel' uthando lwakho

Iinkomo zikhona, baph' abazali bakho

Ndizimisel' ukba ngumyeni wakho

 

Ndyakcela mamela

Ndyakcela mamela

Ngawe ndyazifela

Ngawe ndyazifela

Khawuleza sondela

Khawuleza sondela

Ndikthand' okwempela

Ndikthand' okwempela

Nomkhithakazi

Nomkhithakazi

Nomkhithakazi

Nomkhithakazi

 

Ndyakcela mamela

Ndyakcela mamela

Ngawe ndyazifela

Ngawe ndyazifela

Khawuleza sondela

Khawuleza sondela

Ndikthand' okwempela

Ndikthand' okwempela

 

Ndyakcela mamela

Ndyakcela mamela

Ngawe ndyazifela

Ngawe ndyazifela

Khawuleza sondela

Khawuleza sondela

Ndikthand' okwempela

Ndikthand' okwempela

Nomkhithakazi

Nomkhithakazi

 

 

Comments for Nomkitha (71)

Taunyane Gomolemo
Taunyane Gomolemo

😍😍❣️

Lindzay Nkabi
Lindzay Nkabi

Reminds me of my dad 😭😭😭 he really loved good music 💔💔💔🤍

Shaz
Shaz

Ooooooh wow Dear future Hubby, I love you so much and I'm patiently waiting for you🤩🤩🤩🤩🤩🤩

Ziphezinhle MaMngunomuhle Khuzwayo
Ziphezinhle MaMngunomuhle Khuzwayo

to my future husband♥️♥️

shusha
shusha

still inlove nalengoma💪💪💪

Noli
Noli

love it

Lindiwe Nkabi
Lindiwe Nkabi

😭😭😭♥️♥️♥️♥️

Sikhangele NicAshley TayRom Nkala
Sikhangele NicAshley TayRom Nkala

wow ncoh 💕💕💖

Katlego
Katlego

Still my favorite.

dihlengs1
dihlengs1