Listen to Nontsikelelo song with lyrics from Loyiso

Nontsikelelo

Loyiso16 Aug 2018

Nontsikelelo Lyrics

Hlala nami nzwakazi

Ngoba ndiya kuxaka

Impilo yami ngaphandle kwakho

Ayiphelelanga

 

Ndinika wena isandla sami

Sibambe njalo sukuyeka

Noba amandla asewekho

Andiphelelanga

 

Ndyabuya ndyabuya ,

mamela mamela

Iphutha lami kukushiya wena

Bambelela ngothando

ngoba nami ndiyakuthanda

Iphutha lami kukushiya wena

 

Nontsikelelo ndyabuya

Nontsikelelo ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo ndyabuya

 

There maybe times I just

canʼt get hold of you

I know you are thinking

slowly replaying the times

that we had

Noba ungahamba

nobungandshiya

Intliziyo yami ifuna wena

 

Ndyabuya ndyabuya ,

mamela mamela

Iphutha lami kukushiya wena

Bambelela ngothando

ngoba nami ndiyakuthanda

Iphutha lami kukushiya wena

 

Nontsikelelo ndyabuya

Nontsikelelo ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo ndyabuya

 

Nontsikelelo ndyabuya

Nontsikelelo ndifuna wena

Andilali ebusuku ndicinga ngawe

Nontsikelelo ndyabuya

 

 

Comments for Nontsikelelo (107)

Malo
Malo

♥️💕♥️💕♥️💕❤️💕❤️LOVE this song

spush
spush

❤❤

sanza
sanza

quality bro

Yongama Duma
Yongama Duma

Yongama Duma loves the song ❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️❤️🔥

Moses_4.0
Moses_4.0

someone shared me this track last year, and i am still touched by it.💘💘💘

Zethu
Zethu

😭❤

Mazakazak'mzekezek Makhubaziey
Mazakazak'mzekezek Makhubaziey

🔥🔥♥️😭

vuyo1985
vuyo1985

ayiphelelanga

Zah
Zah

Oh man😍, South Africa is totally sleeping on Loyiso. May God give him a blossoming music career

Njabulo
Njabulo

great song indeed